News

Intlanganiso yaMandungwana

Own Correspondents|Published

UNkosazana Zimkhitha Ndayi ophantsi kweBuyambo yaMaNdungwana kuzwe lonke nophantsi kwe Portfolio Yamasiko nezithethe  ekhokhelwe nguNkosi uJongumthethi nolisekela lakhe, wazisa ngedibano yaMaNdungwana kulenyanga yamasiko nenkcubeko nezakubanjelwa eMpumakoloni.. 

Njengoko aMaNdungwana amaninzi esazi ukuba kulenyanga kuyiwa yamasiko nezithethe (Heritage Month) aye adibane ukubhiyozela amasiko nezithethe, kucelwa bonke abantu baphumelele kulombhiyozo wesiqhelo. 

Sovuyiswa kukubona wonke aMaNdungwana aphumelela. Kumntu oseKapa nofuna ukuba yinkxalenye angabhalisa igama lakhekuNkosazana Zoleka Mente ( Mahonga) kwezi number  078 909 4279 noNkosazana Nocwaka Dlakavu kule number 067 013 8105

 Indawo yomsitho: KwiNqaba kaDiya, eBhizana

Umhla iyakube 26 uyoma nga 28 kwinyanga yoMsintsi (September ngokwakwamlungu)